29 Oonyana baseNebho ibingamashumi amahlanu anababini.
30 Oonyana bakaMagebhishe ibilikhulu, elinamanci mahlanu anabathandathu.
31 Oonyana bomnye uElam ibiliwaka, elinamakhulu amabini, anamanci amahlanu anabané.
32 Oonyana bakaHarim ibingamakhulu amathathu, anamanci mabini.
33 Oonyana baseLodi neHadide neOno ibingamakhulu asixhenxe, anamanci mabini anabahlanu.
34 Oonyana baseYeriko ibingamakhulu amathathu, anamanci mané anabahlanu.
35 Oonyana baseSenaha ibingamawaka amathathu, anamakhulu amathandathu, anamanci mathathu.