38 Oonyana bakaPashure ibiliwaka elinamakhulu amabini, anamanci mané anesixhenxe.
39 Oonyana bakaHarim ibiliwaka, elineshumi elinesixhenxe.
40 AbaLevi: oonyana bakaYeshuwa noKademiyeli, koonyana bakaHodaviya, ibingamashumi asixhenxe anabané.
41 Iimvumi: oonyana baka-Asafu ibilikhulu, elinamanci mabini anesibhozo.
42 Oonyana babamasango: oonyana bakaShalum, oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemon, oonyana baka-Akubhi, oonyana bakaHatita, oonyana bakaShobhayi, bebonke ibilikhulu, elinamanci mathathu anesithoba.
43 Abakhonzi betempile: oonyana bakaTsiha, oonyana bakaHasufa, oonyana bakaTabhayoti,
44 oonyana bakaKerose, oonyana bakaSiyaha, oonyana bakaPadon,