43 Abakhonzi betempile: oonyana bakaTsiha, oonyana bakaHasufa, oonyana bakaTabhayoti,
44 oonyana bakaKerose, oonyana bakaSiyaha, oonyana bakaPadon,
45 oonyana bakaLebhana, oonyana bakaHagabha, oonyana baka-Akubhi,
46 oonyana bakaHagabhi, oonyana bakaShalemayi, oonyana bakaHanan,
47 oonyana bakaGidele, oonyana bakaGahare, oonyana bakaRehaya,
48 oonyana bakaRetsin, oonyana bakaNekoda, oonyana bakaGazam,
49 oonyana bakaUza, oonyana bakaPaseha, oonyana bakaBhesayi,