48 oonyana bakaRetsin, oonyana bakaNekoda, oonyana bakaGazam,
49 oonyana bakaUza, oonyana bakaPaseha, oonyana bakaBhesayi,
50 oonyana baka-Asna, oonyana bakaMehunim, oonyana bakaNefusim,
51 oonyana bakaBhakebhuki, oonyana bakaHakufa, oonyana bakaHar-hure,
52 oonyana bakaBhatseluti, oonyana bakaMehida,
53 oonyana bakaHarsha, oonyana bakaBharkose, oonyana bakaSisera, oonyana bakaTama,
54 oonyana bakaNetsiha, oonyana bakaHatifa.