6 Oonyana bakaPahati wakwaMowabhi, koonyana bakaYeshuwa noYowabhi, ibingamawaka amabini anamakhulu asibhozo, aneshumi elinye elinababini.
7 Oonyana bakaElam ibiliwaka elinamakhulu amabini, anamanci mahlanu anabané.
8 Oonyana bakaZatu ibingamakhulu asithoba, anamanci mané anabahlanu.
9 Oonyana bakaZakayi ibingamakhulu asixhenxe, anamancimathandathu.
10 Oonyana bakaBhani ibingamakhulu amathandathu, anamanci mané anababini.
11 Oonyana bakaBhebhayi ibingamakhulu amathandathu, anamanci mabini anabathathu.
12 Oonyana baka-Azegadi ibiliwaka elinamakhulu amabini, anamanci mabini anababini.