Uezra 2:69 XHO75

69 Banikela ngoko konke ababenako ebuncwaneni bomsebenzi: igolide yangamawaka amashumi amathandathu, anawaka linye eedarike,* nesilivere yangamawaka amahlanu eemina,* nekhulu leengubo ezingaphantsi zababingeleli.

funda isahluko epheleleyo Uezra 2

imbono Uezra 2:69 kwimeko