Uezra 4:16 XHO75

16 Siyamazisa ukumkani ukuba, xa uthe wakhiwa lo mzi, zafezwa neendonga zawo, wòthi ngenxa yelo thuba ungabi nasabelo wena nganeno koMlambo.

funda isahluko epheleleyo Uezra 4

imbono Uezra 4:16 kwimeko