Uezra 5:13 XHO75

13 Kodwa ngomnyaka wokuqala kaKoreshi ukumkani waseBhabheli, ukumkani uKoreshi wawisa umthetho wokuba yakhiwe le ndlu kaThixo.

funda isahluko epheleleyo Uezra 5

imbono Uezra 5:13 kwimeko