Uezra 5:8 XHO75

8 Makwazeke kukumkani, ukuba saya ezweni lakwaYuda, endlwini kaThixo omkhulu. Iyakhiwa ngamatye anzima, nemithi iyafakwa ezindongeni; lo msebenzi usetyenzwa ngenyameko, uyaphumelela ezandleni zabo.

funda isahluko epheleleyo Uezra 5

imbono Uezra 5:8 kwimeko