Uezra 6:10 XHO75

10 ukuze basondeze imibingelelo elivumba elithozamisayo kuThixo wamazulu, bathandazele ubomi bokumkani noboonyana bakhe.

funda isahluko epheleleyo Uezra 6

imbono Uezra 6:10 kwimeko