Uezra 7:18 XHO75

18 Nento ethe yalunga kuwe, nakubazalwana bakho, ukwenziwa ngesilivere nangegolide eseleyo, noyenza ngokokuthanda kukaThixo wenu.

funda isahluko epheleleyo Uezra 7

imbono Uezra 7:18 kwimeko