Uezra 7:26 XHO75

26 Ke bonke abasukuba bengawenzi umthetho kaThixo wakho, nomthetho wokumkani, malithethwe ityala labo ngenyameko, nokuba baya kubulawa, nokuba baya kugxothwa, nokuba baya kudliwa, nokuba baya kukhonkxwa.

funda isahluko epheleleyo Uezra 7

imbono Uezra 7:26 kwimeko