Uezra 9:4 XHO75

4 Ndahlanganisela kum bonke abagubha ngamazwi kaThixo kaSirayeli ngenxa yobumenemene babafuduswáyo; ndahlala phantsi ndimangalisiwe, kwada kwalilixa lomnikelo wokudla wangokuhlwa.

funda isahluko epheleleyo Uezra 9

imbono Uezra 9:4 kwimeko