Uhagayi 1:14 XHO75

14 UYehova wawuvuselela umoya kaZerubhabheli unyana kaShalatiyeli, ibamba lakwaYuda, nomoya kaYoshuwa unyana kaYotsadaki, umbingeleli omkhulu, nomoya wamasalela onke abantu. Beza ke, bawenza umsebenzi endlwini kaYehova wemikhosi, uThixo wabo,

funda isahluko epheleleyo Uhagayi 1

imbono Uhagayi 1:14 kwimeko