3 Ngubani na kuni apha oseleyo, owayibonayo le ndlu isesebuqaqawulini bayo bokuqala? Niyibona iyintoni na ke ngoku? Àyinjengento engento na emehlweni enu?
funda isahluko epheleleyo Uhagayi 2
imbono Uhagayi 2:3 kwimeko