Umalaki 1:4 XHO75

4 Ekubeni ke uEdom esithi, Sivikivekile, siya kubuya siwakhe amanxuwa; utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Baya kwakha bona, kodwa mna ndiya kugungxula; kothiwa, Bangumda wokungendawo, ngabantu ábabhavumelayo uYehova kude kuse ephakadeni.

funda isahluko epheleleyo Umalaki 1

imbono Umalaki 1:4 kwimeko