Umalaki 4:1 XHO75

1 Ngokuba, yabonani, iyeza imini evutha njengeziko; baya kuba ziindiza bonke abakhukhumali, nabenzi bonke bokungendawo, ibalenye loo mini izayo, utsho uYehova wemikhosi, ingabashiyeli ngcambu nasebe.

funda isahluko epheleleyo Umalaki 4

imbono Umalaki 4:1 kwimeko