Unahum 1:14 XHO75

14 Ke uYehova uwise umthetho ngawe, wokuba akusayi kuba sahlwayelwa nto inegama lakho; endlwini yothixo wakho ndowunqumla umfanekiso oqingqiweyo notyhidiweyo; ndiya kulenza ingcwaba lakho; kuba wafunyanwa ulula.

funda isahluko epheleleyo Unahum 1

imbono Unahum 1:14 kwimeko