Unehemiya 1:2 XHO75

2 kwafika uHanani, omnye wakubazalwana bam, enamadoda avela kwaYuda. Ndababuza iindaba zamaYuda, amasalela asindileyo ekuthinjweni, nezeYerusalem.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 1

imbono Unehemiya 1:2 kwimeko