Unehemiya 1:9 XHO75

9 ke ukuba nithe nabuyela kum, nayigcina imithetho yam, nayenza, nokuba kuthe kwabakho kuni abagxothelwe ekupheleni kwezulu; ndobabutha nalapho, ndibazise kuloo ndawo ndiyinyulele ukulibeka kuyo igama lam.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 1

imbono Unehemiya 1:9 kwimeko