Unehemiya 11:22 XHO75

22 Umphathi wabaLevi eYerusalem ibingu-Uziunyana kaBhani, unyana kaHashabhiya, unyana kaMataniya, unyana kaMika koonyana baka-Asafu, iimvumi, malunga nomsebenzi wendlu kaThixo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 11

imbono Unehemiya 11:22 kwimeko