Unehemiya 11:4 XHO75

4 EYerusalem kwahlala ezoonyana bakaYuda, nezoonyana bakaBhenjamin. Koonyana bakaYuda: yanguAtaya, unyana kaUziya, unyana kaZekariya, unyana ka-Amariya, unyana kaShefatiya, unyana kaMahalaleli koonyana bakaPeretse;

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 11

imbono Unehemiya 11:4 kwimeko