Unehemiya 12:24 XHO75

24 Ke iintloko zabaLevi: ibinguHashabhiya, noSherebhiya, noYeshuwa unyana kaKademiyeli, nabazalwana babo malungana nabo, ukuba badumise, babulele, ngokomthetho kaDavide umfo wakwaThixo, iqela lilunge neqela; inguMataniya, noBhakebhukiya, no-Obhadiya.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 12

imbono Unehemiya 12:24 kwimeko