Unehemiya 13:11 XHO75

11 Ndabambana nabaphathi, ndathi, Yini na ukuba indlu kaThixo ishiywe nje? Ndababutha, ndabamisa esikhundleni sabo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 13

imbono Unehemiya 13:11 kwimeko