Unehemiya 13:13 XHO75

13 Ndamisa phezu koovimba uShelemiya umbingeleli, noTsadoki umbhali, noPedaya kubaLevi; naphantsi kwezandla zabo yanguHanan unyana kaZakure, unyana kaMataniya; ngokuba bekusithiwa banyanisekile; bamiselwa ukwabela abazalwana babo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 13

imbono Unehemiya 13:13 kwimeko