Unehemiya 13:19 XHO75

19 Bekusithi, kwakuba lungcwalazi phakathi kwamasango aseYerusalem phambi kwesabatha, ndithi mazivalwe iingcango; ndithi mazingàvulwa ide igqithe isabatha. Ndamisa inxenye yamadodana akwam emasangweni, ukuze kungàngeniswa mthwalo ngemini yesabatha.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 13

imbono Unehemiya 13:19 kwimeko