Unehemiya 2:18 XHO75

18 Ndabaxelela ukulunga kwesandla soThixo wam phezu kwam, namazwi okumkani awawathethayo kum. Bathi, Masisuke sakhe. Bazomeleza izandla zabo ukuwenza lo msebenzi ulungileyo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 2

imbono Unehemiya 2:18 kwimeko