Unehemiya 3:18 XHO75

18 Emva kwakhe kwakulungiswa ngabazalwana babo, uBhawayi unyana kaHenadade, umphathi wesinye isiqingatha sesithili seKehila.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:18 kwimeko