Unehemiya 3:21 XHO75

21 Emva kwakhe kwakulungiswa nguMeremoti, unyana kaUriya, unyana kaHakotsi, esinye isithuba; kwathabathela emnyango wendlu kaEliyashibhi, kwesa ekupheleni kwendlu kaEliyashibhi.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:21 kwimeko