Unehemiya 3:23 XHO75

23 Emva kwabo kwakulungiswa nguBhenjamin noHashubhi, malunga nendlu yabo. Emva kwabo kwakulungiswa nguAzariya, unyana kaMahaseya, unyana ka-Ananiya, ngasendlwini yakhe.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:23 kwimeko