Unehemiya 3:25 XHO75

25 Kwakulungiswa nguPalali unyana kaUzayi, ethabathela malunga ekujikeni, nasenqabeni ephezulu, edulusele endlwini yokumkani, ngasentendelezweni yentolongo. Emva kwakhe kwakulungiswa nguPedaya unyana kaParoshe.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:25 kwimeko