Unehemiya 3:4 XHO75

4 Ngakubo kwakulungiswa nguMeremoti unyana kaUriya, unyana kaHakotse; ngakubo kulungiswa nguMeshulam unyana kaBherekiya, unyana kaMeshezabheli; ngakubo kulungiswa nguTsadoki unyana kaBhahana;

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:4 kwimeko