Unehemiya 3:8 XHO75

8 Ngakuye kwakulungiswa ngu-Uziyeli unyana kaHarehaya, weengcibi zegolide; ngakuye kulungiswa nguHananiya unyana wabaqholi; bayakha iYerusalem, basa eludongeni olubanzi.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:8 kwimeko