Unehemiya 4:6 XHO75

6 Salwakha ke udonga, lwadityaniswa lonke udonga, kwesa esiqingatheni sokuphakama kwalo. Abantu babenentliziyo yokusebenza.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 4

imbono Unehemiya 4:6 kwimeko