Unehemiya 5:15 XHO75

15 Ke amabamba okuqala abephambi kwam enza kwaba nzima ebantwini, athabatha kubo isonka newayini; emveni koko athabatha amashumi amané eeshekele* zesilivere; kananjalo amadodana akwawo enza ngegunya ebantwini. Ke mna andenjanga njalo, ngokoyika uThixo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 5

imbono Unehemiya 5:15 kwimeko