Unehemiya 5:4 XHO75

4 Bekukho nababesithi, Siboleké imali yokurhafela ukumkani, ngokubambisa ngamasimi ethu nezidiliya zethu.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 5

imbono Unehemiya 5:4 kwimeko