Unehemiya 6:12 XHO75

12 Ndaqonda: O! AsinguThixo lo umthumileyo; isiprofeto esi usithethé ngam ngokuqeshwa nguSanebhalati noTobhiya.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 6

imbono Unehemiya 6:12 kwimeko