Unehemiya 6:6 XHO75

6 kubhalwe kuyo kwathiwa, Kuvakele ezintlangeni, utsho noGashemu ukuthi, Wena namaYuda nicinga ukugwilika; ùlwakha ngenxa yoko udonga olo; ùnqwenele ukuba ngukumkani wawo, ngokwaloo mazwi.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 6

imbono Unehemiya 6:6 kwimeko