11 Oonyana bakaPahati wakwaMowabhi, koonyana bakaYeshuwa noYowabhi, ibingamawaka amabini, anamakhulu asibhozo, anashumi linye linesibhozo.
12 Oonyana bakaElam ibiliwaka, elinamakhulu amabini, anamanci mahlanu anabané.
13 Oonyana bakaZatu ibingamakhulu asibhozo, anamanci mané anabahlanu.
14 Oonyana bakaZakayi ibingamakhulu asixhenxe, anamanci mathandathu.
15 Oonyana bakaBhinwi ibingamakhulu amathandathu, anamanci mané anesibhozo.
16 Oonyana bakaBhebhayi ibingamakhulu amathandathu, anamanci mabini anesibhozo.
17 Oonyana baka-Azegadi ibingamawaka amabini, anamakhulu mathathu, anamanci mabini anababini.