36 Oonyana baseYeriko ibingamakhulu amathathu, anamanci mané anabahlanu.
37 Oonyana baseLodi neHadidi neOno ibingamakhulu asixhenxe, anamanci mabini anamnye.
38 Oonyana baseSenaha ibingamawaka amathathu, anamakhulu asithoba, anamanci mathathu.
39 Ababingeleli: oonyana bakaYedaya, bendlu kaYeshuwa, ibingamakhulu asithoba, anamanci asixhenxe anabathathu.
40 Oonyana bakaImere ibiliwaka, elinamanci mahlanu anababini.
41 Oonyana bakaPashure ibiliwaka, elinamakhulu amabini, anamanci mané anesixhenxe.
42 Oonyana bakaHarim ibiliwaka elinashumi linye linesixhenxe.