Unehemiya 7:5 XHO75

5 UThixo wam wangenisa entliziyweni yam, ukuba ndibabuthe abanumzana, nabaphathi, nabantu, ukuba ndibabhalele emilibeni yokuzalwa. Ndafumana incwadi yemilibo yokuzalwa kwâbo babenyuke ekuqaleni; ndafumana kubhaliwe khona kwathiwa:

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 7

imbono Unehemiya 7:5 kwimeko