54 oonyana bakaBhatseliti, oonyana bakaMehida, oonyana bakaHarsha,
55 oonyana bakaBharkosi, oonyana bakaSisera, oonyana bakaTama,
56 oonyana bakaNetsiha, oonyana bakaHatifa.
57 Oonyana babakhonzi bakaSolomon: oonyana bakaSotayi, oonyana bakaSoferete, oonyana bakaPerida,
58 oonyana bakaYahala, oonyana bakaDarkon, oonyana bakaGidele,
59 oonyana bakaShefatiya, oonyana bakaHatili, oonyana bakaPokerete-tsebhayim, oonyana baka-Amon.
60 Bonke abakhonzi betempile, noonyana babakhonzi bakaSolomon, ibingamakhulu amathathu, anamanci asithoba anababini.