Unehemiya 7:73 XHO75

73 Bahlala ke ababingeleli, nabaLevi, nabamasango, neemvumi, nenxenye yabantu, nabakhonzi betempile, namaSirayeli onke emizini yakomawabo.Ithe yakufika inyanga yesixhenxe, baba oonyana bakaSirayeli besemizini yakomawabo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 7

imbono Unehemiya 7:73 kwimeko