Unehemiya 8:17 XHO75

17 Lonke ibandla elalibuye ekuthinjweni lenza iminquba, lahlala eminqubeni; ngokuba oonyana bakaSirayeli babengenzanga ngokunjalo kususela kwimihla kaYoshuwa unyana kaNun, kwada kwayiloo mini. Kwabakho ke uvuyo olukhulu kunene.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 8

imbono Unehemiya 8:17 kwimeko