Unehemiya 9:10 XHO75

10 wenza imiqondiso nezimanga kuFaro, nakubakhonzi bakhe bonke, nakubantu bonke belizwe lakhe, ngokuba ubusazi ukuba baye bebakhukhumalele; wazenzela igama njengoko kunjalo nanamhla.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 9

imbono Unehemiya 9:10 kwimeko