Unehemiya 9:8 XHO75

8 Wayifumana intliziyo yakhe inyanisekile phambi kwakho, wenza naye umnqophiso wokulinika ilizwe lamaKanan, namaHeti, nama-Amori, namaPerizi, namaYebhusi, namaGirgashi, wokulinika imbewu yakhe; wawamisa ke amazwi akho, ngokuba ùlilungisa.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 9

imbono Unehemiya 9:8 kwimeko