Urute 1:14 XHO75

14 Baliphakamisa ilizwi labo, babuya balila. UOrpa wamanga uninazala; ke yena uRute wanamathela kuye.

funda isahluko epheleleyo Urute 1

imbono Urute 1:14 kwimeko