Urute 2:22 XHO75

22 Wathi uNahomi kuRute umolokazana wakhe, Kulungile, ntombi yam, ukuba uphume nomthinjana wakhe, ukuze ungàfikelwa mntu ukwenye intsimi.

funda isahluko epheleleyo Urute 2

imbono Urute 2:22 kwimeko