Urute 2:7 XHO75

7 yathi ke, Makhe ndibhikice, ndibuthe phakathi kwezithungu emva kwabavuni; yeza ke, yema kwakusasa kwada kwangoku; ukuhlala kwayo endlwini kukancinane.

funda isahluko epheleleyo Urute 2

imbono Urute 2:7 kwimeko