Urute 2:9 XHO75

9 amehlo akho makabe sentsimini oyivunayo wona, uwulandele; yabona, abafana bakwam ndibawisele umthetho wokuba bangakuchukumisi; xa unxaniweyo, yiya ezityeni, usele into ekhiwe ngabafana.

funda isahluko epheleleyo Urute 2

imbono Urute 2:9 kwimeko